2 Samuweli 19:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwaye bonke abantu babandakanyeka kwimpikiswano ezizweni zonke zakwaSirayeli, besithi: “Ngukumkani owasihlangulayo entendeni yeentshaba zethu,+ yaye nguye owasisindisayo entendeni yamaFilisti; ngoku ke ubalekile kweli lizwe ngenxa ka-Abhisalom.+
9 Kwaye bonke abantu babandakanyeka kwimpikiswano ezizweni zonke zakwaSirayeli, besithi: “Ngukumkani owasihlangulayo entendeni yeentshaba zethu,+ yaye nguye owasisindisayo entendeni yamaFilisti; ngoku ke ubalekile kweli lizwe ngenxa ka-Abhisalom.+