1 Kumkani 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye waqhubeka wathi: “Wena ngokwakho wazi kakuhle ukuba ubukumkani babuza kuba bobam, kwaye uSirayeli wonke wayebeke ubuso bakhe ngakum ukuba ndibe ngukumkani;+ kodwa ubukumkani baba bobomntakwethu, kuba kwakuvela kuYehova ukuba bube bobakhe.+
15 Yaye waqhubeka wathi: “Wena ngokwakho wazi kakuhle ukuba ubukumkani babuza kuba bobam, kwaye uSirayeli wonke wayebeke ubuso bakhe ngakum ukuba ndibe ngukumkani;+ kodwa ubukumkani baba bobomntakwethu, kuba kwakuvela kuYehova ukuba bube bobakhe.+