22 Kodwa omnye umfazi wathi: “Hayi, kodwa unyana wam ngulo uphilayo yaye unyana wakho ngulo ufileyo!” Ngalo lonke eli thuba lo mfazi wayesithi: “Hayi, kodwa unyana wakho ngulo ufileyo yaye unyana wam ngulo uphilayo.” Kwaye baqhubeka bethetha phambi kokumkani.+