1 Kumkani 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Waza uAhabhi wahlabela mgama wathi kuObhadiya: “Yiya elizweni kuyo yonke imithombo yamanzi nakuzo zonke iintlambo. Mhlawumbi singafumana ingca eluhlaza,+ ukuze siwagcine ephila amahashe neemeyile ukuze kungaphindi kunqunyulwe izilo ezingakumbi.”+
5 Waza uAhabhi wahlabela mgama wathi kuObhadiya: “Yiya elizweni kuyo yonke imithombo yamanzi nakuzo zonke iintlambo. Mhlawumbi singafumana ingca eluhlaza,+ ukuze siwagcine ephila amahashe neemeyile ukuze kungaphindi kunqunyulwe izilo ezingakumbi.”+