2 Kumkani 17:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngako oko omnye wababingeleli ababemkhokelele ekuthinjweni evela eSamariya weza waza wahlala eBheteli,+ yaye waba ngumfundisi wabo ngendlela ababefanele bamoyike ngayo uYehova.+
28 Ngako oko omnye wababingeleli ababemkhokelele ekuthinjweni evela eSamariya weza waza wahlala eBheteli,+ yaye waba ngumfundisi wabo ngendlela ababefanele bamoyike ngayo uYehova.+