2 Kumkani 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko wangena waza wamxelela umntu kaTHIXO oyinyaniso, yena wathi: “Hamba, uye kuyithengisa ioli uze uhlawule amatyala akho,+ yaye wena noonyana bakho niya kuphila ngoko kuseleyo.”+
7 Ngoko wangena waza wamxelela umntu kaTHIXO oyinyaniso, yena wathi: “Hamba, uye kuyithengisa ioli uze uhlawule amatyala akho,+ yaye wena noonyana bakho niya kuphila ngoko kuseleyo.”+