27 Ekufikeni kwakhe entabeni kumntu kaTHIXO oyinyaniso, kwaoko wambamba ezinyaweni.+ UGehazi wasondela ukuze amshenxise,+ kodwa umntu kaTHIXO oyinyaniso+ wathi: “Myeke,+ kuba umphefumlo wakhe ukrakra+ ngaphakathi kuye; yaye uYehova undifihlele,+ akandixelelanga.”