29 Ngoko nangoko wathi kuGehazi:+ “Bhinqa isinqe+ sakho uze uthabathe umsimelelo wam+ ngesandla sakho uhambe. Ukuba kunokwenzeka uqubisane naye nabani na, ungambulisi;+ yaye ukuba kunokwenzeka ukuba nabani na akubulise, ungamphenduli. Uze ubeke umsimelelo wam ebusweni benkwenkwe.”+