24 Ekugqibeleni bangena ukuze benze imibingelelo neminikelo etshiswayo, yaye uYehu wazimisela amadoda angamashumi asibhozo ngaphandle waza wathi: “Nayiphi na indoda ethe yayeka kwabaleka nawuphi na kubantu endibazisa ezandleni zenu, umphefumlo wayo uya kuba sesikhundleni somphefumlo wakhe.”+