2 Kronike 6:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 “Ukuba kunokwenzeka bakone+ (kuba akukho mntu ungoniyo),+ yaye ube nomsindo kubo uze ubanikele elutshabeni, baze abathimbi babo babathabathe njengabathinjwa babase kwilizwe elikufuphi okanye elikude;+
36 “Ukuba kunokwenzeka bakone+ (kuba akukho mntu ungoniyo),+ yaye ube nomsindo kubo uze ubanikele elutshabeni, baze abathimbi babo babathabathe njengabathinjwa babase kwilizwe elikufuphi okanye elikude;+