2 Kronike 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwaye uYehova wathi, ‘Ngubani na oya kumqhatha uAhabhi ukumkani wakwaSirayeli ukuba anyuke aze aye kuwa eRamoti-giliyadi?’ Yaye wenjenje ukuthetha lo, ngoxa lowa wayethetha esenjenjeya.+
19 Kwaye uYehova wathi, ‘Ngubani na oya kumqhatha uAhabhi ukumkani wakwaSirayeli ukuba anyuke aze aye kuwa eRamoti-giliyadi?’ Yaye wenjenje ukuthetha lo, ngoxa lowa wayethetha esenjenjeya.+