23 “Utsho uKoreshi ukumkani wasePersi ukuthi,+ ‘Zonke izikumkani zomhlaba uYehova uTHIXO wamazulu uzinike mna,+ yaye undimisele ukuba ndimakhele indlu eYerusalem, ekwaYuda.+ Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke,+ uYehova uThixo wakhe makabe naye.+ Ngoko makanyuke.’”+