Ezra 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Xa uSheshbhatsare wafikayo wabeka isiseko sendlu kaThixo,+ eseYerusalem; yaye ukususela ngoko kude kube ngoku iyakhiwa kwakhona kodwa ayikagqitywa.’+
16 Xa uSheshbhatsare wafikayo wabeka isiseko sendlu kaThixo,+ eseYerusalem; yaye ukususela ngoko kude kube ngoku iyakhiwa kwakhona kodwa ayikagqitywa.’+