Nehemiya 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwaye ndahlabela mgama ndathi kukumkani: “Ukuba kubonakala kulungile kukumkani, iirhuluneli+ ezingaphaya koMlambo+ mazinikwe iincwadi,+ ukuze zindivumele ndidlule de ndiye kufika kwaYuda;
7 Kwaye ndahlabela mgama ndathi kukumkani: “Ukuba kubonakala kulungile kukumkani, iirhuluneli+ ezingaphaya koMlambo+ mazinikwe iincwadi,+ ukuze zindivumele ndidlule de ndiye kufika kwaYuda;