Nehemiya 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku uTobhiya+ umAmoni+ wayesecaleni kwakhe, yaye wahlabela mgama wathi: “Kwanaloo nto ayakhayo, ukuba impungutye+ ingenyuka ngayo, ingaludiliza ngokuqinisekileyo udonga lwabo lwamatye.”
3 Ke kaloku uTobhiya+ umAmoni+ wayesecaleni kwakhe, yaye wahlabela mgama wathi: “Kwanaloo nto ayakhayo, ukuba impungutye+ ingenyuka ngayo, ingaludiliza ngokuqinisekileyo udonga lwabo lwamatye.”