Estere 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Baphuma abathwali besigidimi, bekhawuleza+ ngenxa yelizwi likakumkani, kwaye umthetho wawiswa kwinqaba iShushan.+ Ke yena ukumkani noHaman, bahlala phantsi ukuze basele;+ kodwa kwakusisiphithiphithi+ kwisixeko saseShushan.+ Estere ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:15 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 131-132 IMboniselo,10/1/2011, iphe. 21-22
15 Baphuma abathwali besigidimi, bekhawuleza+ ngenxa yelizwi likakumkani, kwaye umthetho wawiswa kwinqaba iShushan.+ Ke yena ukumkani noHaman, bahlala phantsi ukuze basele;+ kodwa kwakusisiphithiphithi+ kwisixeko saseShushan.+