Isaya 28:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Khangela! UYehova unothile owomeleleyo nonamandla.+ Njengesiphango esineendudumo sesichotho,+ isiphango esitshabalalisayo, njengesiphango esineendudumo samanzi anamandla,+ akhukulayo, ngokuqinisekileyo uya kuwisa phantsi ngamandla emhlabeni. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 28:2 IMboniselo,1/15/2011, iphe. 3
2 Khangela! UYehova unothile owomeleleyo nonamandla.+ Njengesiphango esineendudumo sesichotho,+ isiphango esitshabalalisayo, njengesiphango esineendudumo samanzi anamandla,+ akhukulayo, ngokuqinisekileyo uya kuwisa phantsi ngamandla emhlabeni.