Isaya 45:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndim owenza umhlaba,+ ndadala nomntu okuwo.+ Ngezandla zam ndawaneka amazulu,+ ndawuyalela wonke nomkhosi wawo.”+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 45:12 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 84-86
12 Ndim owenza umhlaba,+ ndadala nomntu okuwo.+ Ngezandla zam ndawaneka amazulu,+ ndawuyalela wonke nomkhosi wawo.”+