Isaya 48:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ndakuxelela ukususela ngelo xesha. Ngaphambi kokuba kufike, ndakuvisa,+ ukuze ungathi, ‘Isithixo sam sizenzile, nomfanekiso wam oqingqiweyo nomfanekiso wam otyhidiweyo uziyalele.’+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 48:5 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 123-124
5 ndakuxelela ukususela ngelo xesha. Ngaphambi kokuba kufike, ndakuvisa,+ ukuze ungathi, ‘Isithixo sam sizenzile, nomfanekiso wam oqingqiweyo nomfanekiso wam otyhidiweyo uziyalele.’+