Isaya 49:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye ndiya kubenza abo bakudlakazelisayo badle inyama yabo; baya kunxila ligazi labo ngokungathi yiwayini enencasa. Kwaye yonke inyama kuya kufuneka yazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho+ noMhlawuleli wakho,+ Lowo unaMandla kaYakobi.”+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 49:26 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 150-151
26 Yaye ndiya kubenza abo bakudlakazelisayo badle inyama yabo; baya kunxila ligazi labo ngokungathi yiwayini enencasa. Kwaye yonke inyama kuya kufuneka yazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho+ noMhlawuleli wakho,+ Lowo unaMandla kaYakobi.”+