14 “Oonyana babo bakuxhwalekisayo bamele baye kuwe, baqubude;+ nabo bonke abo bakuphatha ngokungenantlonelo bamele bagobe phantsi ezintendeni zeenyawo zakho,+ yaye kuya kufuneka bakubize ngokuba usisixeko sikaYehova, iZiyon+ yaLowo Ungcwele kaSirayeli.