Isaya 63:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Waza wahlabela mgama wathi: “Ngokuqinisekileyo bangabantu bam,+ oonyana abangayi kuba bubuxoki.”+ Ngoko waba nguMsindisi wabo.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 63:8 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 354, 355-356
8 Waza wahlabela mgama wathi: “Ngokuqinisekileyo bangabantu bam,+ oonyana abangayi kuba bubuxoki.”+ Ngoko waba nguMsindisi wabo.+