Isaya 65:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa gcobani+ nize nivuye ngonaphakade koko ndikudalayo.+ Kuba yabona, ndidala iYerusalem ukuba ibe ngunobangela wovuyo nabantu bayo unobangela wokugcoba.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 65:18 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 383-384 IMboniselo,4/15/2000, iphe. 9-10
18 Kodwa gcobani+ nize nivuye ngonaphakade koko ndikudalayo.+ Kuba yabona, ndidala iYerusalem ukuba ibe ngunobangela wovuyo nabantu bayo unobangela wokugcoba.+