28 Ngoko kwathi ngaloo nyaka, ekuqaleni kobukumkani bukaZedekiya+ ukumkani wakwaYuda, ngonyaka wesine, ngenyanga yesihlanu, uHananiya+ unyana ka-Azure, umprofeti owayevela eGibheyon,+ wathi kum endlwini kaYehova phambi kwamehlo ababingeleli nawabantu bonke: