Yeremiya 32:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Bafika baza balidla ilifa,+ kodwa abazange balithobele ilizwi lakho, abahamba ngomthetho wakho.+ Zonke izinto owabayalela zona ukuba bazenze abazange bazenze,+ kangangokuba wabahlisela yonke le ntlekele.+
23 Bafika baza balidla ilifa,+ kodwa abazange balithobele ilizwi lakho, abahamba ngomthetho wakho.+ Zonke izinto owabayalela zona ukuba bazenze abazange bazenze,+ kangangokuba wabahlisela yonke le ntlekele.+