21 Ngako oko uKumkani uZedekiya wawisa umyalelo, baza ke bamfaka eluvalelweni uYeremiya kwiNtendelezo Yabalindi;+ kwaye wayenikwa isonka esibusazinge mihla le esivela kwisitrato sababhaki,+ de saphela sonke isonka esixekweni.+ UYeremiya waqhubeka ehlala kwiNtendelezo Yabalindi.+