Yeremiya 38:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wathi ke uYeremiya kuZedekiya: “Ukuba ndithe ndakuxelela, ngaba akuyi kundibulala? Yaye ukuba ndithe ndakucebisa, akuyi kundiphulaphula.”+
15 Wathi ke uYeremiya kuZedekiya: “Ukuba ndithe ndakuxelela, ngaba akuyi kundibulala? Yaye ukuba ndithe ndakucebisa, akuyi kundiphulaphula.”+