Yeremiya 39:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke inxalenye yabantu, izisweli ezazingenanto konke konke, uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wayishiya kwilizwe lakwaYuda;+ yaye wayinika izidiliya nenkonzo yesinyanzelo ngaloo mini.+
10 Ke inxalenye yabantu, izisweli ezazingenanto konke konke, uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wayishiya kwilizwe lakwaYuda;+ yaye wayinika izidiliya nenkonzo yesinyanzelo ngaloo mini.+