Yeremiya 43:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ekugqibeleni bafika kwilizwe laseYiputa,+ kuba abazange balithobele ilizwi likaYehova; bada baya kufikelela eTapanehesi.+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 43:7 IMboniselo,8/15/2006, iphe. 19
7 Ekugqibeleni bafika kwilizwe laseYiputa,+ kuba abazange balithobele ilizwi likaYehova; bada baya kufikelela eTapanehesi.+