13 “Nyana womntu, ke lona ilizwe, ukuba lithe lenza isono kum ngokwenza ngokungathembeki,+ ndiza kusolulela kulo isandla sam ndize ndiyaphule kulo intonga ekujingiswa kuyo izonka ezibusazinge,+ kwaye ndiza kuthumela kulo indlala+ ndize ndinqumle kulo umntu wasemhlabeni nesilwanyana sasekhaya.”+