7 “‘Mna ke, ndayithintela imvula kuni kuseziinyanga ezintathu ukuba kuvunwe;+ yaye ndayinisa kwesinye isixeko, kodwa kwesinye isixeko andayinisa. Esinye isiqwenga somhlaba sanelwa yimvula, kodwa kwesinye isiqwenga somhlaba endingayinisanga kuso kwakomile.+