Amosi 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ‘Kuba, khangela! ndiyayalela, yaye ndiza kuyihlukuhla indlu kaSirayeli phakathi kwazo zonke iintlanga,+ kanye njengokuba ubani ehlukuhla intluzo, ukuze kungabikho ngqalutye iwela emhlabeni.
9 ‘Kuba, khangela! ndiyayalela, yaye ndiza kuyihlukuhla indlu kaSirayeli phakathi kwazo zonke iintlanga,+ kanye njengokuba ubani ehlukuhla intluzo, ukuze kungabikho ngqalutye iwela emhlabeni.