Habhakuki 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke lona, lugculela ookumkani, namagosa aphakamileyo ayintlekisa kulo.+ Ke lona, luhleka kwanazo zonke iindawo ezinqatyisiweyo,+ yaye lufumba uthuli luze luzithimbe. Habhakuki ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:10 IMboniselo,2/1/2000, iphe. 11
10 Ke lona, lugculela ookumkani, namagosa aphakamileyo ayintlekisa kulo.+ Ke lona, luhleka kwanazo zonke iindawo ezinqatyisiweyo,+ yaye lufumba uthuli luze luzithimbe.