15 Siso esi isixeko esigcobileyo esasihleli sinqabisekile,+ esasisithi entliziyweni yaso, ‘Ndim lo, akukho bani ungomnye.’+ Hayi indlela esiye saba yinto yokukhwankqisa ngayo, indawo yokubutha izilwanyana zasendle! Wonk’ ubani odlula ngakuso uya kubetha umlozi; uya kuvuthulula isandla sakhe.”+