Mateyu 12:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Kusenokuba nenza umthi ube mhle neziqhamo zawo zibe zihle okanye nenza umthi ubole neziqhamo zawo zibole; kuba umthi waziwa ngeziqhamo zawo.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:33 Umntu Obalaseleyo, isahl. 42
33 “Kusenokuba nenza umthi ube mhle neziqhamo zawo zibe zihle okanye nenza umthi ubole neziqhamo zawo zibole; kuba umthi waziwa ngeziqhamo zawo.+