Mateyu 19:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UYesu wathi kuye: “Ukuba ufuna ukugqibelela, hamba uye kuthengisa impahla yakho uze unike amahlwempu yaye uya kuba nobuncwane ezulwini,+ uze ube ngumlandeli wam.”+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:21 IMboniselo,10/1/2007, iphe. 3-4 6/1/2003, iphe. 7 Umntu Obalaseleyo, isahl. 96
21 UYesu wathi kuye: “Ukuba ufuna ukugqibelela, hamba uye kuthengisa impahla yakho uze unike amahlwempu yaye uya kuba nobuncwane ezulwini,+ uze ube ngumlandeli wam.”+