Mateyu 26:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Kodwa, khangela! omnye wabo babekunye noYesu wolula isandla sakhe, wathi rhuthu ikrele lakhe, waxabela ikhoboka lombingeleli omkhulu waza wayisusa indlebe yalo.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 26:51 Umntu Obalaseleyo, isahl. 118
51 Kodwa, khangela! omnye wabo babekunye noYesu wolula isandla sakhe, wathi rhuthu ikrele lakhe, waxabela ikhoboka lombingeleli omkhulu waza wayisusa indlebe yalo.+