Marko 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ukusuka apho wasukuma waya kwimimandla yaseTire naseSidon.+ Wangena endlwini yaye akazange afune kubekho nabani na ukwaziyo oko. Kodwa waphawuleka;+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:24 Umntu Obalaseleyo, isahl. 57
24 Ukusuka apho wasukuma waya kwimimandla yaseTire naseSidon.+ Wangena endlwini yaye akazange afune kubekho nabani na ukwaziyo oko. Kodwa waphawuleka;+