Marko 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Njengoko wayephuma etempileni omnye wabafundi bakhe wathi kuye: “Mfundisi, khangela! olunjani lona uhlobo lwamatye yaye olunjani lona uhlobo lwezakhiwo!”+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:1 Vukani!,9/2009, iphe. 26 Umntu Obalaseleyo, isahl. 110
13 Njengoko wayephuma etempileni omnye wabafundi bakhe wathi kuye: “Mfundisi, khangela! olunjani lona uhlobo lwamatye yaye olunjani lona uhlobo lwezakhiwo!”+