Marko 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso xa zonke ezi zinto zimiselwe ukufikelela esiphelweni?”+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:4 Umntu Obalaseleyo, isahl. 111
4 “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso xa zonke ezi zinto zimiselwe ukufikelela esiphelweni?”+