Luka 7:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ngenxa yoko, ndiyakuxelela, izono zakhe, nakuba zizininzi, zixolelwe,+ ngenxa yokuba uthande kakhulu; kodwa lowo uxolelwe kancinane, uthanda kancinane.” Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:47 Umntu Obalaseleyo, isahl. 40
47 Ngenxa yoko, ndiyakuxelela, izono zakhe, nakuba zizininzi, zixolelwe,+ ngenxa yokuba uthande kakhulu; kodwa lowo uxolelwe kancinane, uthanda kancinane.”