Luka 9:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 waza wathi kubo: “Nabani na owamkela lo mntwana uselula egameni lam wamkela nam, yaye nabani na owamkela mna wamkela nalowo wandithumayo.+ Kuba lowo uziphatha njengomncinane+ phakathi kwenu nonke nguye omkhulu.”+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:48 IMboniselo,11/15/2012, iphe. 15-16, 17-18 3/15/2008, iphe. 4 Umntu Obalaseleyo, isahl. 62
48 waza wathi kubo: “Nabani na owamkela lo mntwana uselula egameni lam wamkela nam, yaye nabani na owamkela mna wamkela nalowo wandithumayo.+ Kuba lowo uziphatha njengomncinane+ phakathi kwenu nonke nguye omkhulu.”+