Luka 23:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ke kaloku njengoko babemqhuba, babamba uSimon, oyinzalelwane yaseKirene, owayevela emaphandleni, baza basibeka phezu kwakhe isibonda sentuthumbo ukuba asithwale emva koYesu.+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 23:26 Umntu Obalaseleyo, isahl. 124
26 Ke kaloku njengoko babemqhuba, babamba uSimon, oyinzalelwane yaseKirene, owayevela emaphandleni, baza basibeka phezu kwakhe isibonda sentuthumbo ukuba asithwale emva koYesu.+