Yohane 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Lo mfazi wathi kuye: “Ndiyazi ukuba uMesiya+ uyeza, obizwa ngokuba nguKristu.+ Wothi ke akufika, azivakalise zonke izinto kuthi ekuhleni.”
25 Lo mfazi wathi kuye: “Ndiyazi ukuba uMesiya+ uyeza, obizwa ngokuba nguKristu.+ Wothi ke akufika, azivakalise zonke izinto kuthi ekuhleni.”