Yohane 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko ke, ekuphenduleni, uYesu wathi kubo: “Inene, inene, ndithi kuni, UNyana akanakwenza nanye into ngokwakhe, ngaphandle koko abona uYise ekwenza.+ Kuba naziphi na izinto azenzayo Yena, noNyana uyazenza ngokufanayo.
19 Ngoko ke, ekuphenduleni, uYesu wathi kubo: “Inene, inene, ndithi kuni, UNyana akanakwenza nanye into ngokwakhe, ngaphandle koko abona uYise ekwenza.+ Kuba naziphi na izinto azenzayo Yena, noNyana uyazenza ngokufanayo.