Yohane 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke uYesu wathetha kwakhona kubo, esithi: “Mna ndilukhanyiselo+ lwehlabathi. Lowo undilandelayo akasayi kuze ahambe ebumnyameni,+ kodwa uya kuba nokukhanya kobomi.” Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:12 IMboniselo,7/15/2009, iphe. 5 Umntu Obalaseleyo, isahl. 68
12 Ngoko ke uYesu wathetha kwakhona kubo, esithi: “Mna ndilukhanyiselo+ lwehlabathi. Lowo undilandelayo akasayi kuze ahambe ebumnyameni,+ kodwa uya kuba nokukhanya kobomi.”