Yohane 8:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngoko ke uYesu wathi: “Xa nithe namphakamisa+ uNyana womntu,+ niya kwandula ke nazi ukuba ndinguye,+ nokuba andenzi nto ngokwam;+ kodwa ndizithetha ezi zinto kanye njengoko uBawo wandifundisayo.+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:28 UBukumkani BukaThixo Buyalawula!, iphe. 182-183
28 Ngoko ke uYesu wathi: “Xa nithe namphakamisa+ uNyana womntu,+ niya kwandula ke nazi ukuba ndinguye,+ nokuba andenzi nto ngokwam;+ kodwa ndizithetha ezi zinto kanye njengoko uBawo wandifundisayo.+