Yohane 14:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nivile ukuba ndithe kuni, Ndiyemka, kodwa ndiya kuphinda ndibuyele kuni. Ukuba benindithanda, beniya kuba nemihlali kukuba ndisimka ndisiya kuBawo, kuba uBawo mkhulu+ kunam.
28 Nivile ukuba ndithe kuni, Ndiyemka, kodwa ndiya kuphinda ndibuyele kuni. Ukuba benindithanda, beniya kuba nemihlali kukuba ndisimka ndisiya kuBawo, kuba uBawo mkhulu+ kunam.