Yohane 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Noko ke, uYesu wathi kuPetros: “Lifake ikrele kwisingxobo salo.+ Indebe andinike yona uBawo, andifanele na ngandlela zonke ndiyisele?”+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 18:11 IMboniselo,9/1/2002, iphe. 10 Umntu Obalaseleyo, isahl. 118
11 Noko ke, uYesu wathi kuPetros: “Lifake ikrele kwisingxobo salo.+ Indebe andinike yona uBawo, andifanele na ngandlela zonke ndiyisele?”+