IZenzo 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko umoya+ wandixelela ukuba ndihambe nawo, ndingathandabuzi konke konke. Kodwa aba bazalwana bathandathu nabo bahamba kunye nam, yaye sangena endlwini yaloo ndoda.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:12 Ukunikela Ubungqina, iphe. 71-72
12 Ngoko umoya+ wandixelela ukuba ndihambe nawo, ndingathandabuzi konke konke. Kodwa aba bazalwana bathandathu nabo bahamba kunye nam, yaye sangena endlwini yaloo ndoda.+